Ikhaya LamaXaba

Ikhaya LamaXaba Le page imemelela bonke Xaba abalapha eNtshona koloni ukuba bazimanye kunye nathi sakheni ubumbano

05/10/2025

I got over 10 reactions on one of my posts last week! Thanks everyone for your support! 🎉

Molweni boXaba Ndiza nokubulela wonke ubani othe wathathi nxaxheba wawenza wayimpumelelo umsebenzi ka maXaba enkosi kakh...
04/10/2025

Molweni boXaba

Ndiza nokubulela wonke ubani othe wathathi nxaxheba wawenza wayimpumelelo umsebenzi ka maXaba enkosi kakhulu,

akawuvali umlomo apho akhoyo yinto enimemzele yona... nenze njalo nakwabanye

Kwahlalwa phantsi kwahlelwa konke ngama Xaba kwagqitywa ngomcimbi wokuvulu mzi ka maXaba e-Eesterivier kubanjisenwe....
30/09/2025

Kwahlalwa phantsi kwahlelwa konke ngama Xaba kwagqitywa ngomcimbi wokuvulu mzi ka maXaba e-Eesterivier kubanjisenwe....

Enkosi kakhulu boXaba ngomhlangano ebesinawo izolo...
19/05/2024

Enkosi kakhulu boXaba ngomhlangano ebesinawo izolo...

08/05/2024

Camagu sizwe sika Xaba Nina ningavali ngemivalo enivala ngamakhand'amadoda

Our last meeting ngase Khayelitsha Mall nge 9 ka March
07/05/2024

Our last meeting ngase Khayelitsha Mall nge 9 ka March

Address

Cape Town

Telephone

+27835915318

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ikhaya LamaXaba posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share