Amabali NgoBomi bakho

Amabali NgoBomi bakho we share Stories about ourlives

24/02/2026

Hide me admin

Ndicela uncedo ndayothatha ipilisi ku my friend for impundu ezinkulu ndandihamba netshomy yam ke ngoba nguye vele owa recommend la my friend fine safika ku my friend wandinika pilisi ndaselela pha xa kuzobayi turn ka tshomy wafownela yi boyfriend yakhe yabe izomlanda akabisazithatha pilisi. Kuthe kungeka pheli ne 5 weeks ndithe ezi pilisi zadixika iimpundu azilingani admin ingathi zizowa xa ndihamba. Andisena kwa confidence yaphela tu ndiyahlekwa nangabantu

Tshomi lo wayendise ku my friend akasazingeni uyandihleka kwayena. Ndcela uncedo guys ziyadixika iimpundu zam ndoyika nophuma endlini abantu bakhombisana ngam😭😭😭

23/02/2026

Hello, Siyacebisa Ngengxaki Esinazo!hi adzi ndicela undifihle ebahlalini ndinengxaki apha ndicela ingcebiso ndinalo boyfriend ndadibana naye 2022 enomfazi wesibini owokuqala wayengaphilanga wabhubha wathathelwa owesibini ngabazali ngoko babesaphila which is ngulo ndadibana naye enaye so kwenzeka baxabana caba kwakungekho mvisiswano kubo endlini but benabantwana ababini boy and girl then early January 2022 wadibana nam wandincwasa savumana then ndambuza hybo umfazi uzothini kehoku ngoba sihlala kwi area enye wathi hay imvume uyifumene kuye ukuba anga Jola ngoba umfazi ebengesenayo imizwa ka bhuti fine kwenzeka ke sajola akwabikho ngxaki xandi out ndi outela kokwabo ezantsi not endlini since ndihlonipha umfazi wakhe fine wade ke wabe uyagoduka umfazi uya EL so lomntu unabantwana bangaphandle kwalapha elalini

Into ikanje adzi oko wabanam abantwana bakhe bangaphandle zi girls ezimbini 13-16 now into abayenzayo baquqa apha bayam demander phofu ngoku kwakukho umfazi babengazi kwa ukuza apha now bahamba apha everyday fine bafuna imali phofu utata lo wabo akaphangeli ngumntu ophila nge Jobs nam iphelile contract apho bendiphangela khona so akusafani nakuqala ngoba besincedisana so still nakulo cent bazo demander and yet ke utata akanaye uhayi and akathethi nam before enze uyazenzela phofu ngomntu owandithatha ekhaya wathi mandizohlala naye umdala yena for umane eyondi checker fine ndavuma ngoku ndibukruquka yilento yabantwana bakhe as if ngabo bodwa aba kodwa una 10 yonke yabantwana mind you owam umnye and wathi k*m mandiyeke uthetha no tata ka boy wam noko akanoxakwa ngumntana ona5 yena so since 2022-2026 ndihlala naye akhonto mna ndiyikhombayo yemali yakhe 8nto ayenzayo if unemali wadibana nabantwana endleleni ndingekho uyabanika abuye sengenamali sebalisa ukuba unlike obani bebeyicela eShop but ndothule enough ngoku ndibudikwa and if bafike ndihleli naye soze bathethe like kuvakale basoloko bemkrweca ibenguye osabelela phezulu ndive ngabantwana nje marn abenza into ezi funny and ke lomntu ngoka 1975 mna ngoka 1992 ndinomntana oyi 1 una 5 years ndicela ingcebiso ndithini kudala ndithetha naye abengathi uvile kodwa hay sana aphinde ubhuti wabantu worse klk uyandilibazisa mna ngoba abantwana basafuna ukuba abuyelane nomama wabo ngalendlela benza ngayo bayamseacher nomsearcher if badibene naye enxilile xa efumene R370 ndolinda kwi comments nigxeke abagxekayo nicebise abacebisayo ndobulela

23/02/2026
Hide me admin Wakhe wajol nomntu othanda ukhumsha? Hayi guys zincinci izinto ezibandisa umntu yhooo ayinyamezelekile Oko...
23/02/2026

Hide me admin

Wakhe wajol nomntu othanda ukhumsha? Hayi guys zincinci izinto ezibandisa umntu yhooo ayinyamezelekile
Oko ekhala ngalo produce caba umvile apho amve khona qha akavanga kakuhle💔Wandiqwela ngokubiza waitress sise restaurant wayixelela ukuba uzoyondi producer kowabo zandithini intloni bethuna. Ewe imali ndiyayithanda but ekalo andiyifuni

Hide me admin bangandiboni bangandinyisaNdijola nendoda etshatileyo but andiyazi noba nguzincinci or idlisiwe but ikhona...
22/02/2026

Hide me admin bangandiboni bangandinyisa

Ndijola nendoda etshatileyo but andiyazi noba nguzincinci or idlisiwe but ikhona ingxaki into eyenzekayo if ndicela something from him hayi sana uzovele akhale athi uzothi iyephi uNkosikazi izolo ndicela R300 ye data yhooo akakhala kanje uthi R300 yonke ndizothi.iyephi ku nkosikazi...

so ndithi kuye masihambe siye emntwini ayomgabhisa lento wayifakwayo uthi akananto yena mandimyeke..umbuzo wam is this normal? Ufunani k*m kanti uthanda umfazi wakhe? Ayihambi yodwa le admin lo mntu siqale ujola last year October zange wandinika necent into ayenzayo uyandiququda qha

Ndafuna R50 yombane wath unkosikazi uzoyibhaqa meter number uba ayoyapha🙉ndikhathele admin....ndicela undibuzele kwi.followrs zakho ingaba ndingakwazi ukuya ndodwa emntwini wesxhosa andinike iyeza ndimgabhise ngokwam ngoba yena akafuni kuhamba ingaba lizosebenza xa kuye mna?

21/02/2026

I Cheated Once… He Almost Forgave Me… Then I Kissed Him and Lost Him Forever”
Sixteen years together, fourteen married, two daughters. I cheated ONCE with a coworker three months ago and told my husband the next day because the guilt was destroying me. He wanted immediate divorce - he’s always been a “one chance only” person even with friends. Then quarantine happened. First month he treated me ice cold, wouldn’t speak unless it was about our daughters, I slept on the couch. Second month something shifted. We started talking again, watching movies as a family, laughing together. He invited me back to the bed. I thought we were rebuilding. Thought maybe I’d get my second chance. We spent weeks reconnecting, becoming friends again, falling for each other all over again. I was so HAPPY. So stupidly hopeful.
Then one night we were drinking, talking, laughing in our bedroom. I felt brave. Felt like we were 20 again. So I straddled him, started kissing him, and he kissed me BACK. For a moment it felt like we’d made it through. Then he started CRYING. Told me to stop, said he couldn’t do it. I saw exactly how much my one mistake had destroyed him. Two days later he said he wants the divorce after all. That he tried for two months but just can’t make it work. I didn’t fight. Just said I understand. We agreed on everything - fair split, shared custody, both good parents. He took a two-week trip, came back, picked up the girls, and now I’m alone in this house that used to be OURS.
Today I got served divorce papers. Sixteen years GONE because of one night I’ll regret forever. I roll over to his side of the bed in the morning and he’s not there. Don’t smell him. Don’t hear his loud laugh filling the room. Don’t have my best friend anymore. The worst part isn’t losing him - it’s KNOWING I’m the one who destroyed the person I love most. He almost forgave me. We were SO CLOSE. But that kiss - the moment I thought was us healing - was actually the moment I lost him permanently. Now💔💔

Hide me adminIzolo ndilele ndinentlizoyo ebuhlungu khange ku gene nokutya oko ndilila. Monday bendiyobeleka ndabeleka um...
21/02/2026

Hide me admin

Izolo ndilele ndinentlizoyo ebuhlungu khange ku gene nokutya oko ndilila. Monday bendiyobeleka ndabeleka umntwana ophila nge albin****m so ndive iboyfriend yam ithetha nosister wakhe efownini uthi lo mntwana ayingowakhe zange kwabakho NKAWU kowabo k*mele ndenze DNA test

Oko ndilila admin ndimbuzile ekusni he didn't deny it

18/02/2026

Mollweni

Ndicela undibuzele ebentwini athetha ukuthini lamaphupho ngu day 5 ngoku ndiphuphana nento enye

Kokuqala ndiphuphe ndise sibhedlele se iron (sentsimbi)ingathi ndileqwa ngumntu ongu makhulu endijikelezisa esi sibhedlele uthe xa endifumana ndajika ndajonga kuye wabe ikhona into angathi uyayi foamisha ngezandla engumlilo apha ezandleni uthe xa endigibisela ndabe nam ndi foamisha qha mna ndiyathetha ndithi ngegama likayesu nam ndagibisela zadibana eyam yadlula kweyakhe yamtshisa apha emzimbeni ngathiuyajika nyani waphinda oko iyilonto qha lowakhe umlilo awusebenzi apha k*m ndithe kusenjalo esitsha ndakwritshwa after that ndivuswe ke ngumntu endihlala naye ndithi xa ndiphinde ndozama ulala ndiphinde ndikwitshwe ndi layte impepho ndilale kakuhle 💔💔
Kwasa ngosuku olulandelayo I was having the same dream ndaphinde ndamohlula lomntu ibiseyngengo makhulu kehok ngumntu otsha ntonayo andimboni apha ebsweni ndaphinda ndavuka ndikwritshwa

Okwesithathu ndiphupha ndikwenye indlu endingayaziyo ndihamba ngaze ndiphakama ebhedini nalonntu ndithandana naye ndikhangele impahla wodrop.ini xa ndinxiba le imdaka ndithathe enye imdaka ndancame ndayinxiba injalo enye I dress endithanda uyinxiba xa ndisenza I washing
Xa ndiphuma ezantsi kwalendlu kukho I flat ine festile ngemva ndime ke kulomnyango amehlo angqamane nale festile xa ndisithi krwawu kule festile kukho abafana ababini abanekqayi ingathi bazimelemna lomntu ndihlala naye uve waphuma wandishiya wayoma ecakwala flat wandiflathela bavele baphakama abafana ba foamisha izandla nabo bandigibisela ngomlilo ndavele ndenzanam ngoku uzayo lo wabo ndathi ngegama lika yesu ndawujula owabo awufiki apha k*m owam ufike ubatshise ibengathi bayatsha nyani baphinde bemane bezama nam ndenze ndingabayeki tu 💔 babona ba ndiyabohlula baphume ababafana kule flat bangqale ngqo apha k*m xabefik benze the same thing nam ndenze ndingabayeki tu batshe ndiyibhude ngosuke ndibhude xandisithi the blood of Jesus babengathi bathi qwenge ndabaphinda andancama batsha yangathi omnye wabo uyancama uthi kulo ayikho le siyenzayo wangathi uyamjikela omnye lo yangathi kengoku ndiyamphakamisa ngomoya (gravity)
Ndimtsalela k*m salwa ngaye ke nomnye lo ndavele ndathi kulo simtsalayo yiza k*m ndim u Thixo yhooo 🥺 Andakwritshwa marn 💔

Namhlanje ndivuka ndikwritshwa after iphupho ndiphupha ndisilwa no causin yam engumfana singontanga ke ingathi siyabethana qha mna andilimali lo causin umane efeyinta yena aphinde avuke umane abengathi uyajika jika ufuna ubasisilwane ndingene endlini ngoku asafeyntileyo ndimxele k*mamakhe owaswelekayo kukho ne sister yakhe kulendu ndithi ndisamxela angene aphinde andilwe ndingamyeki nam bavele bandibukele ngoku ndilwa naye ndavele ndacinga ba no aysenguye lo causin ngoku makhe ndimbekeke isandla entloko ndimthandazele wavele wajikajika esisilwane ndimthandazela ndinjalo andakwritshwa marn 💔

Cela ubuza ingaba lamaphupho nokuku kwritshwa zithetha ntoni sendincedwa ngulo mthandazo kulamaphupho

18/02/2026

hey admin cela undifihle

ndidinga uncedo ndifumane social workers endinithetha nazo ekhaya ndine sister ehluk*meza abantwana bayo emotionally and physically and akafuni unikisa ngabo and bonke abantu ekuhlaleni bayayazi nasesikolweni sabantwana but umamabo uyayiphika 💔💔

Address

East London

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Amabali NgoBomi bakho posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category