26/10/2026
🏠 Bazali baseNtabankulu nakwiindawo ezikufutshane, sinazisa ngeendawo yokuhlala yabantwana abafunda eMnceba High School.
📍 iSuccess Academy - Mnceba ikufutshane nesikolo.
🏫 Sithatha abafundi bazo zonke iiGrades
🍲 Abafundi bayaphekelwa
👨🏫 Kukho notishala obancedisayo kwi maths & science 🧫🧮
📶 WiFi
📚 Textbooks
📢 Applications / izicelo zonyaka ozayo sele zivuliwe. 📱WhatsApp/Call: 073-1425-996
⚠️ NB: Le yindawo yokuhlala yabafundi baseMnceba High School eseNtabankulu, AYISOSIKOLO!!!
Ncedani ningabuzi ukuba uGrade 12 uyaphindwa okanye malunga nabafeyilishe uGrade 11.
— at Mnceba Location Ntabankulu.